Usuku olukhethekileyo Iosiipho

Uscipho lukciSydney
lumfuzile kwezemidll
kubalisa uOLIVIA SCHAFFER
1.l.J MAKAZI, inkosikazi eyomeleleyo,
ubendixelela ukuba ndibaieke
ndimyele evenkileni. Ubedla
ngokupicela elityeni andixelele
ukuba ndibuye engekomi amathe, ukhumbula
atsho uSydney Maree efinge iintshiya. Bendingaphazami kuba bendiyazi impama endinokuyifumana kweso sandla sokunxele.
Ungomnye weembaleki ezibalaseleyo zenkulungwane edlulileyo, uSydney wakhulela endlwini encinane phantsi kwenduli eAtteridgeville apho umama wakhe nomakazi wakhe babebaphethe ngqwabalala kodwa benentliziyo enfle.
Utata wam wavalelwa eRobben lsland ngena yezopol itiko yaze yaluxanduva lukamama nomakazi ukusakhela ikhaya elikhuselekileyo, utsho uSydney. Kubonakala ngathi uthando nengqeqesho yabo ibesisiseko sempumelelo yam .
Egxininisa kwibhola ekhatywayo esikolweni, uMaree ozimiseleyo noselula, obesoloko eprekthiza ngokubaleka xa esiya evenkileni. ubekwanyuka nemixethuka esentla kwendlu yabo.
Bendibaleka ndisehla ndinyuka induli phantse yonke imihla, utsho. Xa ndijonga ngasemva ndibona ukuba kulapho ikarnva lam liye laqala ukuqaqamba khona - ezo ntaba zandinceda
Amabhinqa omeleleyo, abangele uSydney Maree, ongomnye weembaleki ezibalaseleyo eMzantsi Afrika


ndomelela ndaba namandla ebendiwafuna ukuze ndimeiane nocelo rnngeni.
Emva kokubaleka kwi-interhouse athletics eVlakfontein Technical High eMamelodi, umqeqeshi wakhe uye wakhuthaza eli tyendye ukuba agxininise ekubalekeni endaweni yebhola ekhatywayo. lcebo lakhe liye Jabutshintsha kwaphela ubomi bukaSydney Maree.
Ngomhla we-15 kuNovemba ngo-1976 uSydney uye wangumlundi wokuqala waseMzantsi Afrika kwanommi wesibini waseMzantsl Afrika ukugqiba ugqatso lwemizuzu emine. lxesha awagqiba ngalo elingu-3:57:09 eVernon Barnes Memorial eBhayi alimfumanisanga iMeeting trophy kuphela koko kwabangela ukuba ahlonitshwe kwihlabathi liphela xa wanikwa ischolarship sokuya kufunda eMelika.
Ubukhulu bomvuzo wam ndawubona ngemini elandelayo xa ndathi ndikwinqwelo-moya esingise ekhaya ndeva ilizwi likaKhapteni kwinqwelo-moya lichaza ondikuzuzileyo, ukhumbula atsho uSydney. l nto endiyikhumbulayo eyalandelayo kukuba ndacelwa ukuba ndimtyelele kwindawo awayehleli kuyo.
Xa watyunjwa wayi-1 976 Junior Black Sportsman of the Year, uSydney wagqiba kwelokuba asamkele ischolarship saseMeiika waze wawushiya uMzantsi Afrika ngojuni ka-
1977.
Ndandiqala ukuthetha ngokukhululekileyo ngam. lMelika yandinika amathuba okuziphuhlisa -kwezogqatso, ezesikolo, nakwezentlalo. Ukuzithemba nokungabinaxhala ngemali zesikolo kwabanenxaxheba enkulu ekukhululekeni kwam.
Nangona iminyaka eli-1 8 awayichitha elizweni lakhe elitsha kwaba neempembetelo kuye, uSydney zange abalibale abantu baseMzantsi Afrika.
Ukuhlala eMelika kwandenza ndazazi ezopolitiko namalungelo am njengomntu, ucacisa atsho. Kwandenza ndalazi ilizwe ndaze ndafunda ukunyamezela nokuhlonipha ezinye iintlanga.
Ubomi eMzantsi Afrika bebohluke kakhulu ngoko- bezicinezelwe. Kodwa eMelika ndazazi ukuba ndingubani.
Le nto yandenza ndaziva ndinokubanceda abantu baseMzantsi Afrika ngezemidlalo. Abantu bekufuneka bazi ukuba nangona ezemidlalo zingumnyango wamanye amathuba, imfundo isisitshixo sempumelelo- kwaye akakho umntu onokuyithabatha kuwe
E
 mva kokuthwala isidanga seBSc in economics eVillanova University ePennsylvania ngo-1 981, uSydney waba yimbaleki evunyiweyo. Waqamba ugqatso olutsha lwe-1 5OOm lwerekhodi yehlabathi, amarekhodi amaninzi aku Mantla eMelika, anianye asekhona nangoku, kwaye ubelilungu leqela laseMelika elithabathe inxaxheba kwi-Olympics zango-1984 eLos Angeles ne-Olympics zango-1988 eSeoul. USydney wophula irekhodi elidala laseMzantsi Afrika kugqatso xa wayebalekela iqela
BONA XHOSA - Aprit 2000 63


U-Sydney wizikheki igimi
emiqhudelwaneni yama-Olympics yango-1984 eyayibanjelwe eLos Angeles, nakweyango-1 988 eyayibanjelwe eSeoul.
Kwadingeka ukuba azinikele kakhulu kunakuqala ukuze aphumelele kanti uthi wabuye wathola umdlandla ngenxa yokuxhaswa kwakhe ngunkosikazi wakhe.
l\lgahlangana nonkosikazi wami uLisa emqhudelwaneni owawubanjelwe eTennessee, kusho yena. Wayengumgijimi owayesenamarekhodi ambalwa kanti ubuhle bakhe nokuzimisela kwakhe kwangithatha kakhulu ngosuku lokuqala lokubonana kwethu.
lfindo lomshado balibopha ngoDecember 1 980 kanti umqeqeshi kaSydney akumphathanga kahle lokho ngoba wayebona ukuthi ngeke bakwazi ukumelana nokugijima, izifundo nempilo yomshado.
Ngamthembisa ukuthi sizosebenza ngokubambisana nonkosikazi, kusho uSydney, ngamtshela nokuthi
akangakhathazeki ngoba ngizolenza irekhodi Iomhlaba. Kwahamba njengokwamagama ami ngoba isifiso. sami safezeka emva kweminyaka emibili.
M
 anje lensizwa eyathola umholo wayo wokuqala ngokusebenza ezingadini neyaqala ukuba nogesi ekhaya isineminyaka engu-1 7, isingusomabhizinisi - ingusihlalo nomqondisi ezinkampanini eziyisihlanu ibuye ibe nezikhundla kwiFinancial Services Board nakwiFinancial Markets Advisory Board.
U-Sydney wathatha umhlalaphansi kwezokusubatha ngo-1991 ukuze agxile ebhizinisini lakhe. Ngo-1995 inkampani yakhe yamcela ukuba ayoyimela kwiJohannesburg Stock Ekchange.
Kwakuvele kuyisifiso sami ukubuyela ekhaya, kusho uSydney, kanti yize noma uLisa ake avakashela kulelizwe phambilini, akakuthandanga ukuhlala eNingizimu Afrika. Kwadingeka ukuba ngimnike
isiqiniseko sokuthi konke kuzohamba kahle.
Akuzange kube lula njengokucabanga kwakhe, ikakhulu kuLisa namadodakazi abo amabili, uNatalya (1 7) noNadya (1 5). Babefa yinkumbulo yabangani babo ababebashiye eMelika kanti babuye bazitholela abanye ngokuhamba kwesikhathi. U-Lisa waqala ukuzisebenzela nomphakathi.
Umndeni kaLiza uyakuthanda  ukuvakashela kuleli, kusho uSydney. Ngibona sengathi bayalithanda elaseNingizimu Afrika kanti nomndeni wami awusenankinga ngalo ngoba eminyakeni emibili edlule, emva kokuba sivakashele eMelika, ngabezwa bethi kuyabathokozisa ukubuyela ekhaya eNingizimu Afrikal
lzingane zakwaMaree zaqala ukufunda eBryneven Primary School eSandton nokuyilapho ezafunda khona isiBhunu nesiZulu. Emva kweminyaka emibili, ngesikhathi indodakazi endala isiqedile e-primary, babona kungcono ukuthi izingane


zabo bazifundise e-American lntemational School eseBryanston nokuyilapho uLisa engumhlengikazi khona.
Ukhamba lwayifuza imbiza ngoba zingane zabo zihamba ezinyathelweni zabo. Zirnele isikole sazo kwivolleyball, basketball, baseball, ebholeni lezinyawo nasekubhukudeni.
Ngesikhathi sifika eNingizimu Afrika. uNataiya, Nadya, Pele (13) noDaniel (12) babona kungcono ukuthi bakhohlwe wukugijima ngoba esikoleni sabo esisha kwakungagijinywa, kusho ubaba wabo. Kwelase-USA amadodakazi ami ayesegijima esigabeni sikazwelonke, uPele waqokwa ukuba agijime esigabeni sabancane izikhathi ezintathu kanti uDaniel wayeseqalile ukugijima kweyezifundazwe.
Njengamanje, uDaniel ulele isithathu kubadlali be-karate adlala nabo eqenjini lakhe kanti uthunjana walelikhaya, uNina oneminyaka eyisishiyagalombili ukhombisa ukuba netbalente kwezokusubatha.
Uma ngibheka izingane zami, kuqhuba uSydney, ngifisa sengathi nami ngingaphindela ebunganeni
ukuze ngithole ithuba lokumela elaseNingizimu
Afrika kuma-Olympics.
Kumnandi kabi ukuthola
umphumela
ozokugculisa
entweni oyenzayo. Umyalezo engithanda ukuwudlulisela kubasubathi abazobamba iqhaza kuma-Olympics kulonyaka owokuthi kufanele balisebenzise lelithuba -balibambe ngezandla zombili.
U-Sydney uneminyaka engu-43 kanti usaqhubeka
no kuzivocavoca ukuze ahlale engu mqemane.


